Kwabaseroma 13:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba abaphathi aba asingabokoyikwa kwimisebenzi elungileyo, ngabokoyikwa kwemibi. Ùnga akungeloyiki na ke igunya? Yenza okulungileyo, wodunyiswa kwalilo;

Kwabaseroma 13

Kwabaseroma 13:1-8