Kwabaseroma 13:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Masihambe sizibekile ngokwasemini; kungabi sezindywaleni nasekunxileni; kungabi sekuphimiseni naseburheletyweni; kungabi sezinkanini nasemoneni.

Kwabaseroma 13

Kwabaseroma 13:5-14