Kwabaseroma 13:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke oko masikwenze, silazi nje ixesha eli, ukuba lilixa lokuba ngoku sivuke ebuthongweni; kuba ngoku usindiso lukufuphi kuthi, kunokuyá saqalayo ukukholwa.

Kwabaseroma 13

Kwabaseroma 13:2-14