Kwabaseroma 12:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba ngalo ubabalo endababalwa ngalo, ndithi kubo bonke abaphakathi kwenu, mabangazicingeli ngaphezu koko bamelwe kukuzicingela ngako; mabazicingele ingcinga ephilileyo, njengoko uThixo abelé ulowo nalowo umlinganiso wokholo.

Kwabaseroma 12

Kwabaseroma 12:1-10