Kwabaseroma 11:33 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Hayi, ubunzulu bobutyebi nobobulumko nobokwazi kukaThixo! Asikuko nokuba ayiphengululeki imigwebo yakhe, azilandeki iindlela zakhe!

Kwabaseroma 11

Kwabaseroma 11:25-36