Kwabaseroma 11:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Khawububone ke ububele nobukhali bukaThixo; ubukhali okunene kwabo bawayo; kodwa kuwe, ububele, ukuba uthe wahlala kobo bubele; okanye wogawulwa nawe lo.

Kwabaseroma 11

Kwabaseroma 11:19-24