Kwabaseroma 11:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba xa ukulahlwa kwabo kuluxolelaniso lwehlabathi, koba yintoni na ukwamkelwa kwabo? Akububomi obuphuma kwabafileyo, yini na?

Kwabaseroma 11

Kwabaseroma 11:7-19