Kwabaseroma 11:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Makenziwe abe mnyama amehlo abo, ukuba bangàboni;Nomhlana wabo wugobe amaxa onke.(INdum. 69:22,23)

Kwabaseroma 11

Kwabaseroma 11:1-13