Kwabaseroma 11:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngoko ke ndithi, UThixo ubagibile na abantu bakhe? Nakanye! Kuba nam lo ndingumSirayeli wasembewini ka-Abraham, wesizwe sikaBhenjamin.

Kwabaseroma 11

Kwabaseroma 11:1-7