Kwabaseroma 10:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba, xa uthe wamvuma ngomlomo wakho ukuba uyiNkosi uYesu, wakholwa ngentliziyo yakho ukuba uThixo wamvusa kwabafileyo, wosindiswa.

Kwabaseroma 10

Kwabaseroma 10:7-15