Kwabaseroma 10:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba bathe, bengàbazi ubulungisa bukaThixo, befuna nokumisa obabo ubulungisa, ababululamela ubulungisa bukaThixo.

Kwabaseroma 10

Kwabaseroma 10:1-5