Kwabaseroma 10:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba akukho kwahluka kwamYuda namGrike; kuba ikwayiloo Nkosi eyiNkosi yabo bonke, ibubutyebi kubo bonke abayinqulayo.

Kwabaseroma 10

Kwabaseroma 10:5-21