Kwabaseroma 1:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

owamiswayo ukuba unguNyana kaThixo, enamandla, ngokomoya wobungcwele, ngokuvuka kwabafileyo, uYesu Kristu ke, iNkosi yethu;

Kwabaseroma 1

Kwabaseroma 1:1-6