Kwabaseroma 1:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

kwaza kwangokunjalo ke namadoda, ewushiya umsebenzi wenkazana wasemvelweni, avutha ngokukhanukana kwawo, amadoda esenza kumadoda okuziintloni, ezamkelela umbuyekezo wokulahleka kwawo, abemelwe ke nguwo.

Kwabaseroma 1

Kwabaseroma 1:25-32