Kwabaseroma 1:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

bona bananiséle ubuxoki inyaniso kaThixo, basihlonela basikhonza isidalwa, begqitha kuMdali, ongowokubongwa kuse kuwo amaphakade. Amen.

Kwabaseroma 1

Kwabaseroma 1:24-28