Kwabaseroma 1:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba kwasekudalweni kwehlabathi, iindawo zakhe ezibe zingenakubonwa zibonwa kakuhle, ziqondeke, ngezinto ezenziweyo, kwaamandla akhe angunaphakade, nobuThixo bakhe, ukuze bangabi nakuziphendulela.

Kwabaseroma 1

Kwabaseroma 1:18-27