Kwabaseroma 1:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba andinazintloni ngazo iindaba ezilungileyo zikaKristu; kuba zingamandla kaThixo okusindisa bonke abakholwayo, umYuda kuqala, kwanomGrike.

Kwabaseroma 1

Kwabaseroma 1:9-24