Kwabaseroma 1:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Andithandi ke ukuba ningàzi, bazalwana, ukuba kúfuthi ndizimisela entliziyweni yam ukuza kuni (ndathintelwa kwada kwanamhla), ukuze ndibe nasiqhamo sithile naphakathi kwenu, kwanjengaphakathi kwezinye iintlanga.

Kwabaseroma 1

Kwabaseroma 1:6-14