Kwabasekolose 4:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uyanibulisa uAristarko, ongumbanjwa ndawonye nam, noMarko umtshana kaBharnabhas, enamkela imithetho ngaye; ukuba uthe weza kuni, mamkeleni;

Kwabasekolose 4

Kwabasekolose 4:2-18