Kwabasekolose 2:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ningcwatywe naye elubhaptizweni; enathi nikuye, navuswa nokuvuswa naye, ngokukholwa kwenu kukusebenza kukaThixo, owamvusa kubo abafileyo.

Kwabasekolose 2

Kwabasekolose 2:7-19