Kwabasekolose 2:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba ndithanda ukuba nikwazi ukuba kukhulu kwako ukuzama endikuzamayo ngenxa yenu, nabo baseLawodike, nabo bonke abangabubonanga ubuso bam ngokwenyama;

Kwabasekolose 2

Kwabasekolose 2:1-4