Kwabasefilipi 4:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndiyakucela nawe, sinxulumana senyaniso, bambisana nabo bafazi bázama nam ezindabeni ezilungileyo, kwanoKlemente, nabanye abasebenzisi bam, abamagama asencwadini yobomi.

Kwabasefilipi 4

Kwabasefilipi 4:1-7