Kwabasefilipi 4:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Nani ke baseFilipi, niyazi ukuba, ekuqalekeni kweendaba ezilungileyo ezi, xenikweni ndaphumayo kwelaseMakedoni, akubangakho nalinye ibandla eladlelana nam, ngokusingisele emcimbini wokunikela nowokwamkela, yaba nini nedwa.

Kwabasefilipi 4

Kwabasefilipi 4:8-17