Kwabasefilipi 4:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kungekuko ukuba ndithetha ngokuswela; kuba mna ndafunda ukuthi entlalweni endikuyo ndanele.

Kwabasefilipi 4

Kwabasefilipi 4:1-19