Kwabasefilipi 3:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ndifunyanwe ndikuye, ndingenabo obam ubulungisa, obo basemthethweni; ndinobo bungokukholwa kuKristu, ubulungisa ke obuphuma kuThixo ngalo ukholo;

Kwabasefilipi 3

Kwabasefilipi 3:2-18