Kwabasefilipi 3:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

eya kuwenza kumila kumbi umzimba wokuthobeka kwethu, ukuze wona wenziwe ufane nawo umzimba wozuko lwakhe, ngokokusebenza kwalowo unako ukuzithobela phantsi kwakhe zonke izinto.

Kwabasefilipi 3

Kwabasefilipi 3:20-21