Kwabasefilipi 2:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kodwa ke ndibé kuyafuneka ukuba ndinithumele uEpafrodito, umzalwana wam osebenza nam, umphumi-mkhosi nam, umthunywa wenu ke, umlungiseleli wam kwiintswelo zam;

Kwabasefilipi 2

Kwabasefilipi 2:22-30