Kwabasefilipi 2:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku ndithembele eNkosini uYesu, ukuba ndonithumela uTimoti kamsinya, ukuze nam ndonwabe, ndakuzazi iindawo ezingani.

Kwabasefilipi 2

Kwabasefilipi 2:18-29