Kwabasefilipi 1:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ningòthuswa nantweni-nye ngabo bachasayo; into ke leyo engumbonakalaliso wentshabalalo okunene kubo, kodwa ingumbonakalaliso wosindiso kuni, kube ke oko kuvela kuThixo.

Kwabasefilipi 1

Kwabasefilipi 1:26-30