Kwabasefilipi 1:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kananjalo, ndikholose ngoko nje, ndiyazi ukuba ndiya kuhlala ndihlale, ndihleli nani nonke, ukuze nihambele phambili, nivuyiswe lukholo;

Kwabasefilipi 1

Kwabasefilipi 1:24-29