Kwabasefilipi 1:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba ndixinekile phakathi kwezinto ezimbini; ndinawo umnqweno wokunga ndingánduluka, ndiye kuba noKristu; kuba kokona kulungileyo kakhulu oko;

Kwabasefilipi 1

Kwabasefilipi 1:17-28