Kwabasefilipi 1:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ibe yini ke? Noko kunjalo, ngeendlela zonke, nokuba kungokunyhwalaza, nokuba kungenyaniso, kwaziswa uKristu. Ndiyavuya kuko oko, ndaye ndisaya kuvuya.

Kwabasefilipi 1

Kwabasefilipi 1:15-20