Kwabase-Efese 6:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Nina bakhonzi, baveni abaziinkosi zenu ngokwenyama, ninokuzoyikela nokugubha, ningenakumbi ezintliziyweni zenu, ninge niva uKristu ngokwakhe.

Kwabase-Efese 6

Kwabase-Efese 6:1-7