Ke kaloku, ukuze nani nikwazi okukokwam, ukuba ndinjani na, wonazisa konke uTikiko, umzalwana oyintánda, umlungiseleli othembekileyo ngokwaseNkosini;