Kwabase-Efese 6:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba umzamo wethu asingowokuzamana negazi nenyama; ngowokuzamana nazo izilawuli, nawo amagunya, nazo iziphatha-hlabathi zobumnyama balo eli phakade, nayo imikhosi yomoya abakhohlakeleyo kwezasezulwini iindawo.

Kwabase-Efese 6

Kwabase-Efese 6:4-20