Kwabase-Efese 5:9-11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

9. Kuba sona isiqhamo soMoya sikuko konke ukulunga, nobulungisa, nenyaniso;

10. nicikida ukuba yintoni na ekholekileyo kakuhle kwiNkosi.

11. Kanjalo musani ukuba nabudlelane ngemisebenzi yobumnyama engenasiqhamo; makube kukhona niyohlwayayo.

Kwabase-Efese 5