Kwabase-Efese 5:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kungoko athi, Vuka wena uleleyo, uvuke kwabafileyo; uKristu wokukhanyisela.

Kwabase-Efese 5

Kwabase-Efese 5:13-17