Kwabase-Efese 4:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ekuphuma kuye ukuthi, umzimba wonke uhlangane kakuhle, ubandakanywe ngako konke ukuxhomekelelana kwamalungu okuluncedo, okusebenza ngomlinganiso weendawo zonke ngazinye, ukhulise umzimba, use ekuzakheni ngothando.

Kwabase-Efese 4

Kwabase-Efese 4:11-23