Kwabase-Efese 3:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Mna lo, unguyena mncinanana kubo bonke abangcwele, ndababalwa ngolo lubabalo, lokuba ndishumayele phakathi kweentlanga iindaba ezilungileyo zobutyebi obungalandekiyo bukaKristu;

Kwabase-Efese 3

Kwabase-Efese 3:1-15