Kwabase-Efese 3:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

eyokuba iintlanga ziziindlalifa nathi, zikwamzimba mnye nathi, zingamahlulelana nathi ngedinga lakhe, síkuye nje uKristu ngazo iindaba ezilungileyo,

Kwabase-Efese 3

Kwabase-Efese 3:1-10