Kwabase-Efese 2:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

esasifudula nathi sonke sihleli phakathi kwabo ezinkanukweni zenyama yethu, sisenza ukuthanda kwenyama nokwengcinga, saye ngemvelo sikwangabantwana bengqumbo, njengabanye abo.

Kwabase-Efese 2

Kwabase-Efese 2:1-10