Kwabase-Efese 1:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ngaphezu kwalo lonke ulawulo, negunya, namandla, nobukhosi, nalo lonke igama elikhankanywayo, kungekhona kweli phakade lodwa, kunakwelo lizayo.

Kwabase-Efese 1

Kwabase-Efese 1:16-22