Kumahebhere 9:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba uKristu akangenanga kweyona ngcwele inokwenziwa ngezandla, engumfuziselo weyenyaniso; ungené kuwo amazulu ngokwawo, ukuba abonakale ngoku ebusweni bukaThixo ngenxa yethu.

Kumahebhere 9

Kumahebhere 9:20-27