Kumahebhere 9:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba kuthe, kwakubon' ukuba umthetho wonke uxeliwe nguMoses ebantwini bonke ngokomyalelo, walithabatha igazi lamathole neleebhokhwe, ndawonye namanzi, noboya obubomvu, nehisope,* wafefa incwadi ngokwayo, kwanabantu bonke;

Kumahebhere 9

Kumahebhere 9:14-27