Kumahebhere 8:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

bona bàthi bakhonze umzekelo nesithunzi sezinto zasemazulwini, kwanjengokuba uMoses wayehlatyelwe nguThixo, xa abeza kuwufeza umnquba; kuba wathi, Khangela ukuba uzènze zonke izinto ngokomfuziselo owawuboniswayo entabeni.

Kumahebhere 8

Kumahebhere 8:2-6