Kumahebhere 7:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Abo okunene bakoonyana bakaLevi, babamkelayo ububingeleli, banomthetho wokubanga isishumi kubo abantu ngokomthetho; oko kukuthi, kubo abazalwana babo, nakuba bephume esinqeni sika-Abraham.

Kumahebhere 7

Kumahebhere 7:1-6