Kumahebhere 7:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ekungafunekiyo ukuba athi imihla ngemihla, njengababingeleli abakhulu abaya, anyuse kuqala amadini ngenxa yezono ezizezakhe, andule ukunyusa ngenxa yezabantu; kuba oko wakwenza kwaba kanye, ekuzinyuseni ngokwakhe ngokwedini.

Kumahebhere 7

Kumahebhere 7:20-28