Kumahebhere 4:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba thina sakholwayo, siyangena ekuphumleni, ngokoko athe,Njengoko ndafungayo, ndinengqumbo, Ndathi, Unakanye ukuba bokha bangene ekuphumleni kwam!(INdum. 95:11)nakubeni imisebenzi yenziwayo kususela ekusekweni kwehlabathi.

Kumahebhere 4

Kumahebhere 4:1-12