Kumahebhere 4:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Masoyike ngoko, hleze kuthi ekubeni kusasele idinga lokungena ekuphumleni kwakhe, kubekho bani kuni ungáthi asilele.

2. Kuba sizishunyayeziwe iindaba ezilungileyo kwanjengabo; lathi kodwa ilizwi lodaba, lingadibananga nje nokholo kwabo baliváyo, alabanceda nto.

Kumahebhere 4