Kumahebhere 2:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

sothini na thina ukusinda, sakuba siluhilizele usindiso olungakanana, lona lwaqalwa ukuthethwa yiyo iNkosi, lwaza lwaqiniselwa kuthi ngabo baluváyo;

Kumahebhere 2

Kumahebhere 2:1-10